Loading...

My360 Helper


Ngaba ngokwenene ukho uThixo? Ngaba isikhokelo sakho sokomoya sinokuthenjwa? Unjani uThixo? Yintoni ngokwenene eyahlula abantu? Yintoni eyona ngxaki? Kutheni abantu belahlekile kangaka? Ngaba ngokwenene uThixo uyandithanda? Ndingabufumana phi ubomi?